IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 3:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Yeha ke kulowo ungendawo!—Uya kufikelwa yintlekele; kuba indlela aphethe ngayo uya kuphathwa kwangayo!+

  • Hezekile 16:43
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 43 “‘Ngenxa yokuba ungayikhumbulanga imihla yobutsha bakho+ yaye undibangela ukuphazamiseka ngenxa yezi zinto zonke,+ nam ke ndiza kukunika ngokwendlela yakho entlokweni yakho kanye,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova, ‘yaye ngokuqinisekileyo akusayi kuqhubeka nayo nayiphi na ihambo evakalala ecaleni kwezinto zakho zonke ezicekisekayo.

  • Mateyu 16:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Kuba uNyana womntu umiselwe ukuba eze esebuqaqawulini bukaYise eneengelosi zakhe, abuyekeze ngamnye ngokokuziphatha kwakhe.+

  • Roma 2:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Yaye uya kunika ngamnye ngokwemisebenzi yakhe:+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share