IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 74:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 Ingcwele yakho bayifake emlilweni.+

      Umnquba wegama lakho bawuhlambele emhlabeni.+

  • INdumiso 79:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 79 Owu Thixo, iintlanga zingene kwilifa lakho;+

      Ziyenze inqambi itempile yakho engcwele;+

      IYerusalem ziyenze imfumba yamanxuwa.+

  • Yeremiya 7:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 ndiza kwenza nakuyo indlu ebizwe ngegama lam,+ enikholose ngayo,+ nakuyo indawo endaninika yona nina nookhokho benu, kanye njengoko ndenzayo kuyo iShilo.+

  • IZililo 1:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Utshaba lolulele isandla salo kuzo zonke izinto zayo ezinqwenelekayo.+

      Kuba izibonile iintlanga ezingene engcweleni yayo,+

      Owawuyalele ukuba zingangeni ebandleni lakho.

  • IZililo 2:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  7 UYehova usilahlile isibingelelo sakhe.+ Uyicekisile ingcwele yakhe.+

      Esandleni sotshaba unikele iindonga zeenqaba zayo zokuhlala.+

      Bakhuphe ilizwi labo endlwini kaYehova, njengakwimini yomthendeleko.+

  • Hezekile 9:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Waza ngokubhekele phaya wathi kuwo: “Yenzeni inqambi indlu le nize nizalise iintendelezo ngababuleweyo.+ Phumani niye!” Aphuma ke aza axabela kuso isixeko.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share