2 Kronike 36:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Wayitshisa indlu kaTHIXO oyinyaniso+ wadiliza iindonga+ zeYerusalem; nazo zonke iinqaba zayo zokuhlala bazitshisa ngomlilo kwaneempahla zayo ezinqwenelekayo,+ ukuze bayonakalise.+ Yeremiya 32:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Kwaye amaKhaledi alwa nesi sixeko amele afike aze aphembe umlilo kwesi sixeko, asitshise+ kunye nezindlu ezo baqhumisele uBhahali umbingelelo phezu kophahla lwazo baza bathulula umnikelo othululwayo kwabanye oothixo ngenjongo yokundicaphukisa.’+ Hoseya 8:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Yaye uSirayeli wamlibala uMenzi wakhe+ waza wakha iitempile;+ noYuda wazandisa izixeko ezinqatyisiweyo.+ Yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuthumela umlilo kwizixeko zakhe uze uqwenge iinqaba zokuhlala zakhe ngamnye.”+
19 Wayitshisa indlu kaTHIXO oyinyaniso+ wadiliza iindonga+ zeYerusalem; nazo zonke iinqaba zayo zokuhlala bazitshisa ngomlilo kwaneempahla zayo ezinqwenelekayo,+ ukuze bayonakalise.+
29 Kwaye amaKhaledi alwa nesi sixeko amele afike aze aphembe umlilo kwesi sixeko, asitshise+ kunye nezindlu ezo baqhumisele uBhahali umbingelelo phezu kophahla lwazo baza bathulula umnikelo othululwayo kwabanye oothixo ngenjongo yokundicaphukisa.’+
14 Yaye uSirayeli wamlibala uMenzi wakhe+ waza wakha iitempile;+ noYuda wazandisa izixeko ezinqatyisiweyo.+ Yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuthumela umlilo kwizixeko zakhe uze uqwenge iinqaba zokuhlala zakhe ngamnye.”+