Levitikus 26:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Abaseleyo kuni, baya kubola baphele+ emazweni eentshaba zenu ngenxa yesiphoso sabo. Ewe, nangenxa yesiphoso sooyise,+ baya kubola baphele kunye nabo. Hezekile 4:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 ukuze baswele isonka namanzi baze bajongane bekhwankqisiwe baze babole kwisiphoso sabo.+ Hezekile 33:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Ngokubhekisele kuwe ke, nyana womntu, yithi kwindlu kaSirayeli, ‘Ngaloo ndlela nina nithe: “Ngenxa yokuba imvukelo yethu nezono zethu ziphezu kwethu yaye sibolela kuzo,+ ngoko, siya kuthini na ukuhlala siphila?”’+
39 Abaseleyo kuni, baya kubola baphele+ emazweni eentshaba zenu ngenxa yesiphoso sabo. Ewe, nangenxa yesiphoso sooyise,+ baya kubola baphele kunye nabo.
10 “Ngokubhekisele kuwe ke, nyana womntu, yithi kwindlu kaSirayeli, ‘Ngaloo ndlela nina nithe: “Ngenxa yokuba imvukelo yethu nezono zethu ziphezu kwethu yaye sibolela kuzo,+ ngoko, siya kuthini na ukuhlala siphila?”’+