Levitikus 26:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Abaseleyo kuni, baya kubola baphele+ emazweni eentshaba zenu ngenxa yesiphoso sabo. Ewe, nangenxa yesiphoso sooyise,+ baya kubola baphele kunye nabo. Isaya 64:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kwaye siba njengalowo ungahlambulukanga, thina sonke, yaye zonke izenzo zethu zobulungisa zinjengesambatho samathuba okuba sexesheni;+ yaye siya kunyamalala njengamagqabi,+ thina sonke, neziphoso zethu ziya kusithwalela kude kanye njengomoya.+ Hezekile 24:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Nezigqubuthelo zenu zentloko ziya kuba sezintlokweni zenu, neembadada zenu zibe sezinyaweni zenu. Aniyi kuzimbambazela ningayi kulila,+ yaye niya kubolela kwiziphoso zenu,+ nigcume elowo ngenxa yomnye.+
39 Abaseleyo kuni, baya kubola baphele+ emazweni eentshaba zenu ngenxa yesiphoso sabo. Ewe, nangenxa yesiphoso sooyise,+ baya kubola baphele kunye nabo.
6 Kwaye siba njengalowo ungahlambulukanga, thina sonke, yaye zonke izenzo zethu zobulungisa zinjengesambatho samathuba okuba sexesheni;+ yaye siya kunyamalala njengamagqabi,+ thina sonke, neziphoso zethu ziya kusithwalela kude kanye njengomoya.+
23 Nezigqubuthelo zenu zentloko ziya kuba sezintlokweni zenu, neembadada zenu zibe sezinyaweni zenu. Aniyi kuzimbambazela ningayi kulila,+ yaye niya kubolela kwiziphoso zenu,+ nigcume elowo ngenxa yomnye.+