IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 8:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Khangela! Mna nabantwana andinikileyo uYehova+ sinjengemiqondiso+ nemimangaliso kwaSirayeli evela kuYehova wemikhosi, ohlala eNtabeni yeZiyon.+

  • Isaya 20:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Waza uYehova wahlabela mgama wathi: “Kanye njengoko umkhonzi wam uIsaya eye wahambahamba eze kwaye enganxibanga nto ezinyaweni iminyaka emithathu engumqondiso+ nomhlola nxamnye neYiputa+ nanxamnye neTiyopiya,+

  • Hezekile 4:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Zithabathele ipani yentsimbi, uyibeke ibe ludonga lwentsimbi phakathi kwakho nesixeko, ubhekise ubuso bakho nxamnye naso, sona sibe selungqingweni, wena usingqinge. Ngumqondiso lowo kwindlu kaSirayeli.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share