Yoshuwa 19:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Yaye umda wabuyela eRama waza waya kufikelela kwisixeko esinqatyisiweyo saseTire.+ Kwaye umda wabuyela eHosa, saza isiphelo sawo saba selwandle kummandla waseAkezibhi,+
29 Yaye umda wabuyela eRama waza waya kufikelela kwisixeko esinqatyisiweyo saseTire.+ Kwaye umda wabuyela eHosa, saza isiphelo sawo saba selwandle kummandla waseAkezibhi,+