IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Samuweli 20:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Bafika ke, bamngqinga eAbheli yaseBhete-mahaka baza basibiyela isixeko ngongqameko lokungqinga,+ njengoko sasimi phakathi kongqameko. Yaye bonke abantu ababenoYowabhi babelusingela phantsi udonga, ukuze baluphose phantsi.

  • Hezekile 21:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Esandleni sakhe sasekunene wavumisa ngeYerusalem, ukuze amise izixhobo zokudiliza iindonga,+ kuvulwe umlomo kubulawe, kuphakanyiswe isandi sokuhlaba umkhosi,+ kumiswe izixhobo zokudiliza emasangweni, kumiswe umsele wokungqinga, kwakhiwe udonga lokungqinga.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share