Amosi 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuvukela kathathu kweTire,+ nangenxa yokuba kukane, andiyi kukubuyisa oku, ngenxa yokunikela kwayo iqela elipheleleyo labathinjwa kuEdom, nangenxa yokuba bengazange bawukhumbule umnqophiso wabazalwana.+ ISityhilelo 18:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 ngoxa bemi mgama ngenxa yoloyiko abanalo ngokuthuthumba kwayo baze bathi,+ ‘Yeha, yeha, wena sixeko sikhulu,+ Bhabhiloni wena sixeko someleleyo, ngenxa yokuba ufike ngelixa elinye umgwebo wakho!’+
9 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Ngenxa yokuvukela kathathu kweTire,+ nangenxa yokuba kukane, andiyi kukubuyisa oku, ngenxa yokunikela kwayo iqela elipheleleyo labathinjwa kuEdom, nangenxa yokuba bengazange bawukhumbule umnqophiso wabazalwana.+
10 ngoxa bemi mgama ngenxa yoloyiko abanalo ngokuthuthumba kwayo baze bathi,+ ‘Yeha, yeha, wena sixeko sikhulu,+ Bhabhiloni wena sixeko someleleyo, ngenxa yokuba ufike ngelixa elinye umgwebo wakho!’+