Hezekile 26:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Nyana womntu, ngenxa yokuba iTire+ ithe ngeYerusalem,+ ‘Heke! Zaphukile,+ iingcango zezizwana!+ Ngokuqinisekileyo utyekelo luya kuba ngakum. Ndiya kuzaliswa—yona iphanzisiwe,’+
2 “Nyana womntu, ngenxa yokuba iTire+ ithe ngeYerusalem,+ ‘Heke! Zaphukile,+ iingcango zezizwana!+ Ngokuqinisekileyo utyekelo luya kuba ngakum. Ndiya kuzaliswa—yona iphanzisiwe,’+