INdumiso 27:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ukuba bendingabanga nokholo ekuboneni ukulunga kukaYehova elizweni labo baphilileyo+—! Hezekile 32:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kuba amangcwaba ayo abekwe kwezona nxalenye zingaphakathi zomhadi,+ nebandla layo lijikeleze ingcwaba layo, bonke babulewe, besiwa ngekrele, ngenxa yokuba babangele unkwantyo kwilizwe labaphilayo.
23 Kuba amangcwaba ayo abekwe kwezona nxalenye zingaphakathi zomhadi,+ nebandla layo lijikeleze ingcwaba layo, bonke babulewe, besiwa ngekrele, ngenxa yokuba babangele unkwantyo kwilizwe labaphilayo.