Yoweli 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 noonyana bakaYuda noonyana baseYerusalem nathengisa+ ngabo koonyana bamaGrike,+ ngenjongo yokubashenxisela kude nommandla wabo;+ ISityhilelo 18:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 kwanesinamon nesiqholo saseIndiya nesiqhumiso neoli yobulawu nentlaka yokuqhumisa newayini neoli yomnquma nomgubo ocolekileyo nengqolowa neenkomo nezimvu, namahashe neekari namakhoboka nemiphefumlo+ yabantu.
6 noonyana bakaYuda noonyana baseYerusalem nathengisa+ ngabo koonyana bamaGrike,+ ngenjongo yokubashenxisela kude nommandla wabo;+
13 kwanesinamon nesiqholo saseIndiya nesiqhumiso neoli yobulawu nentlaka yokuqhumisa newayini neoli yomnquma nomgubo ocolekileyo nengqolowa neenkomo nezimvu, namahashe neekari namakhoboka nemiphefumlo+ yabantu.