1 Kumkani 10:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ekugqibeleni wafika eYerusalem nomkhoko omkhulu kakhulu,+ iinkamela+ zithwele ioli yebhalsam+ negolide eninzi namatye axabisekileyo; yaye wafika kuSolomon waza wathetha kuye ngako konke okwakusentliziyweni yakhe.+ Isaya 60:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Inkitha yeenkamela iya kukugubungela, amathole eenkunzi zeenkamela akwaMidiyan nawakwaEfa.+ Bonke abo bavela eShebha+—baya kuza. Baya kuthwala igolide nentlaka yokuqhumisa. Kwaye baya kwazisa iindumiso zikaYehova.+
2 Ekugqibeleni wafika eYerusalem nomkhoko omkhulu kakhulu,+ iinkamela+ zithwele ioli yebhalsam+ negolide eninzi namatye axabisekileyo; yaye wafika kuSolomon waza wathetha kuye ngako konke okwakusentliziyweni yakhe.+
6 Inkitha yeenkamela iya kukugubungela, amathole eenkunzi zeenkamela akwaMidiyan nawakwaEfa.+ Bonke abo bavela eShebha+—baya kuza. Baya kuthwala igolide nentlaka yokuqhumisa. Kwaye baya kwazisa iindumiso zikaYehova.+