Hezekile 27:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Oonyana baseArvadi,+ wona kanye umkhosi wamajoni akho, babekumacala onke eendonga zakho, namadoda anobukroti ayesezinqabeni zakho. Amakhaka awo abusazinge awaxhoma macala onke eendonga zakho.+ Wona abugqibelelisa ubuhle bakho.
11 Oonyana baseArvadi,+ wona kanye umkhosi wamajoni akho, babekumacala onke eendonga zakho, namadoda anobukroti ayesezinqabeni zakho. Amakhaka awo abusazinge awaxhoma macala onke eendonga zakho.+ Wona abugqibelelisa ubuhle bakho.