Isaya 23:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Nasi isibhengezo seTire:+ Bhombolozani, nina zinqanawa zaseTarshishe!+ kuba iphangiwe ekubeni lizibuko, ekubeni yindawo ekungenwa kuyo.+ Bakutyhilelwe kuvela kwilizwe laseKitim.+ Hezekile 26:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ziya kukuphakamisela isimbonono+ zithi kuwe: “‘“Hayi indlela otshabalele ngayo, wena wawufudula umiwe ngabeelwandle,+ sixeko sidunyiswayo, esathi saba sesomeleleyo elwandle,+ sona nabo bangabemi baso, ababenkwantyisa abemi bomhlaba! ISityhilelo 18:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Yaye ookumkani+ bomhlaba abahenyuza nayo nabaphila kubunewunewu bokungabi nazintloni baya kulila bezimbambazela besentlungwini ngenxa yayo,+ xa bekhangela kumsi+ wokutsha kwayo, ISityhilelo 18:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Kanjalo, abarhwebi+ abahambahambayo bomhlaba bayalila yaye bazilile ngenxa yayo,+ kuba akukho bani wokuthenga impahla yabo eninzi kwakhona,
23 Nasi isibhengezo seTire:+ Bhombolozani, nina zinqanawa zaseTarshishe!+ kuba iphangiwe ekubeni lizibuko, ekubeni yindawo ekungenwa kuyo.+ Bakutyhilelwe kuvela kwilizwe laseKitim.+
17 Ziya kukuphakamisela isimbonono+ zithi kuwe: “‘“Hayi indlela otshabalele ngayo, wena wawufudula umiwe ngabeelwandle,+ sixeko sidunyiswayo, esathi saba sesomeleleyo elwandle,+ sona nabo bangabemi baso, ababenkwantyisa abemi bomhlaba!
9 “Yaye ookumkani+ bomhlaba abahenyuza nayo nabaphila kubunewunewu bokungabi nazintloni baya kulila bezimbambazela besentlungwini ngenxa yayo,+ xa bekhangela kumsi+ wokutsha kwayo,
11 “Kanjalo, abarhwebi+ abahambahambayo bomhlaba bayalila yaye bazilile ngenxa yayo,+ kuba akukho bani wokuthenga impahla yabo eninzi kwakhona,