IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 18:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 ukuze benze ilizwe labo libe yinto yokukhwankqisa,+ yokubethelwa umlozi ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Wonke owokugqibela ukudlula apho uya kujonga ekhwankqisiwe aze ahlunguzele intloko.+

  • Yeremiya 19:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Nesi sixeko ndiza kusenza into ekhwankqisayo nento yokubethelwa umlozi.+ Wonke owokugqibela odlulayo ngakuso uya kujonga ekhwankqisiwe aze abethe umlozi ngenxa yezibetho zaso zonke.+

  • ISityhilelo 18:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 “Abarhwebi+ abahambahambayo bezi zinto, ababa zizityebi ngayo, baya kumela mgama ngenxa yoloyiko abanalo ngokuthuthumba kwayo, balile bezilile,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share