Isaya 14:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wena ke, uthe entliziyweni yakho, ‘Ndiya kunyuka ndiye ezulwini.+ Itrone yam+ ndiya kuyiphakamisa phezu kweenkwenkwezi+ zikaThixo, yaye ndiya kuhlala phantsi entabeni yokuhlangana,+ kweyona mimandla ithe qelele yasemntla.+ 2 Tesalonika 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Uchasile+ yaye uziphakamisa ngaphezu kwayo nantoni na ekuthiwa “nguthixo” okanye ehlonelwayo, ade athabathe isihlalo etempileni kaTHIXO, ezigwagwisa ngokuthi unguthixo.+
13 Wena ke, uthe entliziyweni yakho, ‘Ndiya kunyuka ndiye ezulwini.+ Itrone yam+ ndiya kuyiphakamisa phezu kweenkwenkwezi+ zikaThixo, yaye ndiya kuhlala phantsi entabeni yokuhlangana,+ kweyona mimandla ithe qelele yasemntla.+
4 Uchasile+ yaye uziphakamisa ngaphezu kwayo nantoni na ekuthiwa “nguthixo” okanye ehlonelwayo, ade athabathe isihlalo etempileni kaTHIXO, ezigwagwisa ngokuthi unguthixo.+