IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IMizekeliso 21:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Akukho bulumko, akukho kuqonda, akukho cebo ngokuchasene noYehova.+

  • Isaya 10:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kuba uthe, ‘Ngokuqinisekileyo ndiya kwenza ngokwamandla esandla sam,+ nangobulumko bam, kuba ndinokuqonda; yaye ndiya kuyishenxisa imida yezizwana,+ nengqwebo yazo ngokuqinisekileyo ndiya kuyiphanga,+ ndibehlise abemi kanye njengalowo unamandla.+

  • Yeremiya 9:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Utsho uYehova ukuthi: “Umntu osisilumko makangazigwagwisi ngobulumko bakhe,+ nendoda enamandla mayingazigwagwisi ngamandla ayo.+ Isityebi masingazigwagwisi ngobutyebi baso.”+

  • Hezekile 28:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 khangela! ulumke ngakumbi kunoDaniyeli.+ Akukho zimfihlelo zingqineke zikulingana.+

  • Zekariya 9:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 NeHamati+ iya kuba ngumda wayo; iTire+ neSidon,+ kuba ilumke kakhulu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share