Eksodus 9:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuba ngeli xesha ndiya kuthumela zonke izibetho zam nxamnye nentliziyo yakho, nakubakhonzi bakho, nakubantu bakho, ukuze wazi ukuba akukho namnye unjengam emhlabeni wonke.+ Roma 9:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kuba iSibhalo sithi kuFaro: “Ndikuyekile ukuba uhlale, ukuze ndiwabonakalise ngawe amandla am, nokuze igama lam livakaliswe kuwo wonke umhlaba.”+
14 Kuba ngeli xesha ndiya kuthumela zonke izibetho zam nxamnye nentliziyo yakho, nakubakhonzi bakho, nakubantu bakho, ukuze wazi ukuba akukho namnye unjengam emhlabeni wonke.+
17 Kuba iSibhalo sithi kuFaro: “Ndikuyekile ukuba uhlale, ukuze ndiwabonakalise ngawe amandla am, nokuze igama lam livakaliswe kuwo wonke umhlaba.”+