Isaya 19:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngaloo mini iYiputa iya kuba njengabafazi, yaye ngokuqinisekileyo iya kungcangcazela inkwantye+ ngenxa yokulingisa kwesandla sikaYehova wemikhosi ayilingisa ngaso.+ Hezekile 32:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ndiya kusibangela siwe isihlwele sakho ngamakrele abo banamandla, abangcangcazelisi beentlanga, bonke;+ ibe okunene baya kuliphanga iqhayiya leYiputa, sonke ke isihlwele sayo simele sibhujiswe.+
16 Ngaloo mini iYiputa iya kuba njengabafazi, yaye ngokuqinisekileyo iya kungcangcazela inkwantye+ ngenxa yokulingisa kwesandla sikaYehova wemikhosi ayilingisa ngaso.+
12 Ndiya kusibangela siwe isihlwele sakho ngamakrele abo banamandla, abangcangcazelisi beentlanga, bonke;+ ibe okunene baya kuliphanga iqhayiya leYiputa, sonke ke isihlwele sayo simele sibhujiswe.+