Isaya 19:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Ngaloo mini iYiputa iya kuba njengabafazi, yaye ngokuqinisekileyo iya kungcangcazela inkwantye+ ngenxa yokulingisa kwesandla sikaYehova wemikhosi ayilingisa ngaso.+ Yeremiya 46:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “‘Kutheni na ukuze ndibabone bengenwe lunkwantyo? Bayabuya, namadoda abo anamandla ayatyunyuzwa; yaye ngokuqinisekileyo basabile, abajikanga.+ Kukho ukothuka macala onke,’+ utsho uYehova.
16 Ngaloo mini iYiputa iya kuba njengabafazi, yaye ngokuqinisekileyo iya kungcangcazela inkwantye+ ngenxa yokulingisa kwesandla sikaYehova wemikhosi ayilingisa ngaso.+
5 “‘Kutheni na ukuze ndibabone bengenwe lunkwantyo? Bayabuya, namadoda abo anamandla ayatyunyuzwa; yaye ngokuqinisekileyo basabile, abajikanga.+ Kukho ukothuka macala onke,’+ utsho uYehova.