Isaya 10:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Khangela! INkosi yokwenyaniso, uYehova wemikhosi, ihlahla amasebe ngesithonga esinkwantyisayo;+ nalawo akhule aba made ayagawulwa, nalawo aphakamileyo ayathotywa.+
33 Khangela! INkosi yokwenyaniso, uYehova wemikhosi, ihlahla amasebe ngesithonga esinkwantyisayo;+ nalawo akhule aba made ayagawulwa, nalawo aphakamileyo ayathotywa.+