Yobhi 40:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Makuphalale ukudubuleka kokuvutha komsindo wakho,+Uze ubone bonke abanekratshi yaye ubahlise. Isaya 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Amehlo anekratshi omntu wasemhlabeni amele athotywe, nokuphakama kwabantu kumele kuthotywe;+ yaye nguYehova yedwa omele abekwe phezulu ngaloo mini.+ Daniyeli 4:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 “Ke kaloku, mna Nebhukadenetsare, ndiyamdumisa ndimphakamisa kwaye ndimzukisa uKumkani wamazulu,+ ngenxa yokuba yonke imisebenzi yakhe iyinyaniso neendlela zakhe zisesikweni,+ nangenxa yokuba abo bahamba ngekratshi unako ukubathoba.”+ Luka 14:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba wonk’ ubani oziphakamisayo uya kuthotywa nalowo uzithobayo uya kuphakanyiswa.”+
11 Amehlo anekratshi omntu wasemhlabeni amele athotywe, nokuphakama kwabantu kumele kuthotywe;+ yaye nguYehova yedwa omele abekwe phezulu ngaloo mini.+
37 “Ke kaloku, mna Nebhukadenetsare, ndiyamdumisa ndimphakamisa kwaye ndimzukisa uKumkani wamazulu,+ ngenxa yokuba yonke imisebenzi yakhe iyinyaniso neendlela zakhe zisesikweni,+ nangenxa yokuba abo bahamba ngekratshi unako ukubathoba.”+