IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 27:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Ngaloo mini uYehova,+ ngekrele lakhe elilukhuni nelikhulu nelomeleleyo,+ uya kuphethulela ingqalelo yakhe kwiLeviyatan,+ inyoka enyebelezayo,+ kuyo kanye iLeviyatan, inyoka egwenxa, yaye ngokuqinisekileyo uya kusibulala eso silo sikhulu saselwandle.+

  • Isaya 51:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Vuka, vuka, yambatha amandla,+ ngalo kaYehova!+ Vuka njengakwimihla yakudala, njengasebudeni bezizukulwana zamaxesha akudala.+ Asinguwe na lowo watshitshisa uRahabhi,+ owahlaba isilo esikhulu saselwandle?+

  • Hezekile 29:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Thetha, uthi, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Yabona, ndinxamnye nawe, Faro, kumkani waseYiputa,+ silo esikhulu saselwandle+ esibuthume phakathi kwemijelo yomNayile waso,+ esithe, ‘UMlambo wam umNayile ngowam, yaye mna—ndizenzele wona.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share