Hezekile 29:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Akuyi kudlula lunyawo lomntu wasemhlabeni kuyo,+ nonyawo lwesilwanyana sasekhaya aluyi kudlula kuyo,+ yaye ayiyi kuba nabemi kangangeminyaka engamashumi amane.+
11 Akuyi kudlula lunyawo lomntu wasemhlabeni kuyo,+ nonyawo lwesilwanyana sasekhaya aluyi kudlula kuyo,+ yaye ayiyi kuba nabemi kangangeminyaka engamashumi amane.+