Isaya 14:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “KwaneShiyol+ ngaphantsi iphazamisekile nguwe ukuze ikuhlangabeze ekungeneni kwakho. Ikuvusele abo bangenamandla ekufeni,+ zonke iinkokeli+ zomhlaba ezinjengeebhokhwe. Bonke ookumkani bomhlaba ibaphakamisile ezitroneni zabo.+
9 “KwaneShiyol+ ngaphantsi iphazamisekile nguwe ukuze ikuhlangabeze ekungeneni kwakho. Ikuvusele abo bangenamandla ekufeni,+ zonke iinkokeli+ zomhlaba ezinjengeebhokhwe. Bonke ookumkani bomhlaba ibaphakamisile ezitroneni zabo.+