IMizekeliso 2:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kuba indlu yakhe yehlela ekufeni umkhondo wakhe wehlela kwabo bangenamandla ekufeni.+ INtshumayeli 3:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Zonke ziya ndaweni nye.+ Zonke zavela eluthulini,+ yaye zonke zibuyela eluthulini.+ Isaya 26:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Zifile; aziyi kuphila.+ Ekubeni zingenamandla ekufeni,+ aziyi kuvuka.+ Ngoko ke uphethulele ingqalelo yakho ukuze uzibhubhise uze utshabalalise konke ukukhankanywa kwazo.+ Hezekile 32:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 “‘Amadoda abalaseleyo kwabo banamandla aya kuthetha ngaye phakathi kweShiyol kwanakuye, nabancedi bakhe.+ Ngokuqinisekileyo baya kuhla;+ bamele balale njengabangalukanga, bebulewe ngekrele.
14 Zifile; aziyi kuphila.+ Ekubeni zingenamandla ekufeni,+ aziyi kuvuka.+ Ngoko ke uphethulele ingqalelo yakho ukuze uzibhubhise uze utshabalalise konke ukukhankanywa kwazo.+
21 “‘Amadoda abalaseleyo kwabo banamandla aya kuthetha ngaye phakathi kweShiyol kwanakuye, nabancedi bakhe.+ Ngokuqinisekileyo baya kuhla;+ bamele balale njengabangalukanga, bebulewe ngekrele.