Hezekile 32:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 “‘Ulapho uEdom,+ ookumkani bakhe nezikhulu zakhe, ezathi, emandleni azo, zabekwa kunye nabo babulewe ngekrele;+ zona ziya kulala kunye nabo bangalungakanga+ kunye nabo behla baye emhadini.
29 “‘Ulapho uEdom,+ ookumkani bakhe nezikhulu zakhe, ezathi, emandleni azo, zabekwa kunye nabo babulewe ngekrele;+ zona ziya kulala kunye nabo bangalungakanga+ kunye nabo behla baye emhadini.