IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Levitikus 26:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Ndonichithachitha phakathi kweentlanga,+ ndikhuphe ikrele lam esingxotyeni salo emva kwenu;+ liphanziswe ilizwe lenu,+ nezixeko zenu zibe ngamanxuwa aphanzileyo.

  • Hezekile 12:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Nabo bonke abo basijikelezileyo njengoncedo, nawo onke amabutho aso ezomkhosi, ndiya kubachithachitha emimoyeni yonke;+ ndirhole ikrele emva kwabo.+

  • Amosi 9:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ndambona uYehova emi ngentla kwesibingelelo,+ yaye wathi: “Yibethe intloko yentsika, ukuze imibundu inyikime. Zinqumle entloko, xa zizonke.+ Inxalenye yabo yokugqibela ndiya kuyibulala ngekrele. Akukho bani usabayo kubo uya kusaba kakuhle, kungekho nabani obalekayo kubo uya kukwazi ukubaleka.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share