Numeri 27:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Ubawo wafela entlango,+ kodwa wayengekho phakathi kwendibano, oko kukuthi, abo bakha uluhlu nxamnye noYehova kwindibano kaKora,+ kodwa wafela esakhe isono;+ yaye wayengenanyana. IMizekeliso 11:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Nangona isandla sibambana nesandla, akayi kungohlwaywa onobubi;+ kodwa inzala yamalungisa ngokuqinisekileyo iya kusinda.+ INtshumayeli 8:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kodwa akuyi kuba kuhle konke konke kongendawo,+ yaye akayi kuyolula imihla yakhe enjengethunzi,+ ngenxa yokuba akamoyiki uThixo.+
3 “Ubawo wafela entlango,+ kodwa wayengekho phakathi kwendibano, oko kukuthi, abo bakha uluhlu nxamnye noYehova kwindibano kaKora,+ kodwa wafela esakhe isono;+ yaye wayengenanyana.
21 Nangona isandla sibambana nesandla, akayi kungohlwaywa onobubi;+ kodwa inzala yamalungisa ngokuqinisekileyo iya kusinda.+
13 Kodwa akuyi kuba kuhle konke konke kongendawo,+ yaye akayi kuyolula imihla yakhe enjengethunzi,+ ngenxa yokuba akamoyiki uThixo.+