2 Samuweli 14:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuba nakanjani na+ siya kufa size sibe njengamanzi aphaleleyo emhlabeni, angenakuhlanganiswa. Kodwa uThixo akayi kuwususa umphefumlo,+ kwaye ucinge izizathu zokuba efanele angagxothwa kuye lowo ugxothiweyo. Hezekile 18:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 “‘Ndiyayoliswa na mna konke konke ngokufa kongendawo,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova, ‘ingekuko ukuba abuye ezindleleni zakhe aze okunene ahlale ephila?’+ Luka 15:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngokukwanjalo, ndithi kuni, kubakho uvuyo phakathi kweengelosi zikaThixo ngenxa yomoni omnye oguqukayo.”+ 1 Timoti 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 othanda ukuba zonke iintlobo zabantu+ zisindiswe+ zize zifikelele elwazini oluchanileyo+ lwenyaniso.+
14 Kuba nakanjani na+ siya kufa size sibe njengamanzi aphaleleyo emhlabeni, angenakuhlanganiswa. Kodwa uThixo akayi kuwususa umphefumlo,+ kwaye ucinge izizathu zokuba efanele angagxothwa kuye lowo ugxothiweyo.
23 “‘Ndiyayoliswa na mna konke konke ngokufa kongendawo,’+ itsho iNkosi enguMongami uYehova, ‘ingekuko ukuba abuye ezindleleni zakhe aze okunene ahlale ephila?’+
10 Ngokukwanjalo, ndithi kuni, kubakho uvuyo phakathi kweengelosi zikaThixo ngenxa yomoni omnye oguqukayo.”+
4 othanda ukuba zonke iintlobo zabantu+ zisindiswe+ zize zifikelele elwazini oluchanileyo+ lwenyaniso.+