Hezekile 18:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Lahlani konke ukunxaxha kwenu eniye nanxaxha ngako+ nize nizenzele intliziyo entsha+ nomoya omtsha,+ kuba kutheni na ukuba nife,+ ndlu kaSirayeli?’ 2 Petros 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 UYehova akacothi ngokuphathelele isithembiso sakhe,+ njengoko abanye becinga njalo, kodwa unomonde kuni ngenxa yokuba akanqweneli ukuba kutshabalale nabani na kodwa unqwenela ukuba bonke bafikelele enguqukweni.+
31 Lahlani konke ukunxaxha kwenu eniye nanxaxha ngako+ nize nizenzele intliziyo entsha+ nomoya omtsha,+ kuba kutheni na ukuba nife,+ ndlu kaSirayeli?’
9 UYehova akacothi ngokuphathelele isithembiso sakhe,+ njengoko abanye becinga njalo, kodwa unomonde kuni ngenxa yokuba akanqweneli ukuba kutshabalale nabani na kodwa unqwenela ukuba bonke bafikelele enguqukweni.+