1 Kumkani 8:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 baze ngokwenene babuyele kuwe ngentliziyo yabo+ yonke nangomphefumlo wabo wonke kwilizwe leentshaba zabo ezabathabatha njengabathinjwa, bathandaze kuwe bejonge kwilizwe labo owalinika ookhokho babo, isixeko osinyulileyo nendlu endiyakhele igama lakho;+ 2 Kronike 7:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 baze abantu bam+ ababizwa ngegama lam+ bazithobe+ bathandaze+ bafune ubuso bam+ yaye babuye ezindleleni zabo ezimbi,+ ke mna ndiya kuva ndisemazulwini+ ndisixolele isono sabo,+ ndiliphilise ilizwe labo.+ Hezekile 18:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 “‘Ke kaloku ngokubhekisele kongendawo, ukuba unokuthi abuye kuzo zonke izono azenzileyo+ aze okunene agcine yonke imimiselo yam, aphumeze okusesikweni nobulungisa,+ ngokuqinisekileyo uya kuhlala ephila. Akayi kufa.+
48 baze ngokwenene babuyele kuwe ngentliziyo yabo+ yonke nangomphefumlo wabo wonke kwilizwe leentshaba zabo ezabathabatha njengabathinjwa, bathandaze kuwe bejonge kwilizwe labo owalinika ookhokho babo, isixeko osinyulileyo nendlu endiyakhele igama lakho;+
14 baze abantu bam+ ababizwa ngegama lam+ bazithobe+ bathandaze+ bafune ubuso bam+ yaye babuye ezindleleni zabo ezimbi,+ ke mna ndiya kuva ndisemazulwini+ ndisixolele isono sabo,+ ndiliphilise ilizwe labo.+
21 “‘Ke kaloku ngokubhekisele kongendawo, ukuba unokuthi abuye kuzo zonke izono azenzileyo+ aze okunene agcine yonke imimiselo yam, aphumeze okusesikweni nobulungisa,+ ngokuqinisekileyo uya kuhlala ephila. Akayi kufa.+