Hezekile 3:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Wena ke, ukuba uthe wamlumkisa olilungisa ukuze angoni,+ aze naye okunene angoni, uya kuqhubeka ephila ngenxa yokuba elunyukisiwe,+ yaye nawe uya kube uwuhlangule umphefumlo wakho.”+
21 Wena ke, ukuba uthe wamlumkisa olilungisa ukuze angoni,+ aze naye okunene angoni, uya kuqhubeka ephila ngenxa yokuba elunyukisiwe,+ yaye nawe uya kube uwuhlangule umphefumlo wakho.”+