Yeremiya 18:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 luze okunene lwenze okubi emehlweni am ngokungalithobeli ilizwi lam,+ ngoko ndiza kuzisola ngenxa yokulungileyo endizixelele ukuba ndikwenze ukuze kulungelwe lona.’ Hezekile 18:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Khangela! Yonke imiphefumlo—yeyam.+ Njengoko unjalo umphefumlo+ woyise unjalo nomphefumlo wonyana—yeyam yomibini.+ Umphefumlo owonayo+—kuya kufa wona.+
10 luze okunene lwenze okubi emehlweni am ngokungalithobeli ilizwi lam,+ ngoko ndiza kuzisola ngenxa yokulungileyo endizixelele ukuba ndikwenze ukuze kulungelwe lona.’
4 Khangela! Yonke imiphefumlo—yeyam.+ Njengoko unjalo umphefumlo+ woyise unjalo nomphefumlo wonyana—yeyam yomibini.+ Umphefumlo owonayo+—kuya kufa wona.+