Yobhi 34:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoko ke, nina madoda aneentliziyo,+ ndiphulaphuleni.Makube lee kuTHIXO oyinyaniso ukwenza ngobungendawo,+NakuSomandla ukwenza ngokungekho sikweni!+ Yobhi 40:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Eneneni, ngaba uya kukutshitshisa ukuba sesikweni kwam?Ngaba uya kundivakalisa ndingendawo ukuze wena ube ngolungileyo?+ INdumiso 92:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ukuze baxele ukuba uYehova uthe tye.+Yena uliLiwa lam,+ ekungekho ntswela-bulungisa kuye.+ Roma 3:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Nakanye! Kodwa uThixo makafunyaniswe enenyaniso,+ nakuba wonke umntu efunyaniswa elixoki,+ kwananjengokuba kubhaliwe kwathiwa: “Ukuze ungqinwe ulilungisa emazwini akho yaye uphumelele xa ugwetywa.”+
10 Ngoko ke, nina madoda aneentliziyo,+ ndiphulaphuleni.Makube lee kuTHIXO oyinyaniso ukwenza ngobungendawo,+NakuSomandla ukwenza ngokungekho sikweni!+
8 Eneneni, ngaba uya kukutshitshisa ukuba sesikweni kwam?Ngaba uya kundivakalisa ndingendawo ukuze wena ube ngolungileyo?+
4 Nakanye! Kodwa uThixo makafunyaniswe enenyaniso,+ nakuba wonke umntu efunyaniswa elixoki,+ kwananjengokuba kubhaliwe kwathiwa: “Ukuze ungqinwe ulilungisa emazwini akho yaye uphumelele xa ugwetywa.”+