Genesis 18:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Makube lee kuwe ukwenza ngale ndlela, ukubulala umntu olilungisa kunye nongendawo, wenze emntwini olilungisa njengoko usenza kongendawo!+ Makube lee kuwe ukwenjenjalo.+ UMgwebi womhlaba wonke akayi kwenza okulungileyo yini na?”+ INdumiso 62:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwanobubele bothando bobakho, Yehova,+Kuba wena ubuyisela ngamnye ngokomsebenzi wakhe.+ IMizekeliso 24:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ukuba kunokwenzeka uthi: “Khangela! Besingakwazi oku,”+ akayi kuthi na ocikida iintliziyo akuqonde,+ aze yena ogcina umphefumlo wakho azi+ yaye ngokuqinisekileyo abuyisele kumntu wasemhlabeni ngokomsebenzi wakhe?+ Roma 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yaye uya kunika ngamnye ngokwemisebenzi yakhe:+
25 Makube lee kuwe ukwenza ngale ndlela, ukubulala umntu olilungisa kunye nongendawo, wenze emntwini olilungisa njengoko usenza kongendawo!+ Makube lee kuwe ukwenjenjalo.+ UMgwebi womhlaba wonke akayi kwenza okulungileyo yini na?”+
12 Ukuba kunokwenzeka uthi: “Khangela! Besingakwazi oku,”+ akayi kuthi na ocikida iintliziyo akuqonde,+ aze yena ogcina umphefumlo wakho azi+ yaye ngokuqinisekileyo abuyisele kumntu wasemhlabeni ngokomsebenzi wakhe?+