Duteronomi 4:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 ngoko ke namhlanje amazulu nomhlaba+ ngamangqina am okuba, niya kutshabalala ngokukhawuleza ezweni eniwela iYordan nisiya kulidla ilifa. Anisayi kuyandisa imihla yenu kulo, ngokuba niya kubhujiswa ngokuqinisekileyo.+ Yoshuwa 23:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kwaye kuya kuthi, kanye njengoko lonke ilizwi elilungileyo uYehova uThixo wenu alithethileyo kuni liye lafika kuni,+ ngoko uYehova uya kuzisa kuni lonke ilizwi elibi de anibhubhise kulo mhlaba ulungileyo uYehova uThixo wenu aninike wona,+
26 ngoko ke namhlanje amazulu nomhlaba+ ngamangqina am okuba, niya kutshabalala ngokukhawuleza ezweni eniwela iYordan nisiya kulidla ilifa. Anisayi kuyandisa imihla yenu kulo, ngokuba niya kubhujiswa ngokuqinisekileyo.+
15 Kwaye kuya kuthi, kanye njengoko lonke ilizwi elilungileyo uYehova uThixo wenu alithethileyo kuni liye lafika kuni,+ ngoko uYehova uya kuzisa kuni lonke ilizwi elibi de anibhubhise kulo mhlaba ulungileyo uYehova uThixo wenu aninike wona,+