IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 29:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Yaye uYehova uthi: “Ngenxa yokuba esi sizwana sisondele kum ngomlomo waso, sandizukisa nje ngemilebe yaso,+ kodwa intliziyo yaso ikude lee kum,+ nokundoyika kwaso ngumyalelo wabantu ofundiswayo,+

  • Yeremiya 6:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Utsho uYehova ukuthi: “Yimani ngxi ezindleleni, nize nibone, nibuzise ngeendlela zakudala, apho ngoku, ikhoyo indlela elungileyo;+ nize nihambe kuyo,+ niyifumanele ukonwaba imiphefumlo yenu.”+ Kodwa bathi: “Asizi kuhamba.”+

  • Yeremiya 44:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 kodwa ngokuqinisekileyo siya kuwenza onke amazwi aphumileyo emlonyeni wethu,+ ukuze siqhumisele ‘ukumkanikazi wamazulu’+ umbingelelo nokuze simthululele iminikelo ethululwayo,+ kanye njengoko thina,+ nookhokho bethu,+ nookumkani bethu,+ neenkosana zethu senjenjalo kwizixeko zakwaYuda nakwizitrato zaseYerusalem, xa sasidla ngokwanela sisonka, sihleli kakuhle, yaye asizange sibone nayiphi na intlekele konke konke.+

  • Mateyu 7:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 “Asingabo bonke abathi kum, ‘Nkosi, Nkosi,’ abaya kungena ebukumkanini bamazulu, kodwa ngulowo wenza+ ukuthanda kukaBawo osemazulwini oya kungena.+

  • Luka 6:49
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 49 Kwelinye icala, lowo uvayo aze angenzi,+ unjengomntu owakha indlu phezu komhlaba ongenasiseko. Wantlaleka kuyo umlambo, yaye ngoko nangoko yawohloka, nomonakalo+ waloo ndlu waba mkhulu.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share