IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 5:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kwathi kamsinya nje akuba uElisha umntu kaTHIXO oyinyaniso evile ukuba ukumkani wakwaSirayeli uzikrazule izambatho zakhe,+ kwaoko wathumela kukumkani, esithi: “Uzikrazulele ntoni na izambatho zakho? Nceda, myeke eze kum ukuze azi ukuba ukho umprofeti kwaSirayeli.”+

  • Hezekile 2:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Ke bona, enoba baya kuva+ okanye abayi kuva+—kuba bayindlu enemvukelo+—ngokuqinisekileyo baya kwazi ukuba bekukho umprofeti phakathi kwabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share