Yeremiya 33:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Kule ndawo iyinkangala engenamntu kwanesilwanyana sasekhaya+ nakuzo zonke izixeko zayo kuseza kubakho idlelo labalusi ababuthisela kulo umhlambi.’+
12 “Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, ‘Kule ndawo iyinkangala engenamntu kwanesilwanyana sasekhaya+ nakuzo zonke izixeko zayo kuseza kubakho idlelo labalusi ababuthisela kulo umhlambi.’+