Yeremiya 32:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Yaye ngokuqinisekileyo kuya kuthengwa amasimi kweli lizwe+ eniya kuthi nina ngalo: “Yinkangala ephanzileyo+ engenamntu nasilwanyana sasendle. Linikelwe esandleni samaKhaledi.”’+ Yeremiya 51:62 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 62 Yaye uze uthi, ‘Owu Yehova, wena uthethile nxamnye nale ndawo, ukuze uyinqumle, kungabikho mmi kuyo,+ nokuba yindoda okanye isilwanyana sasekhaya, kodwa ukuze ibe yinkangala ephanzileyo ukusa kwixesha elingenammiselo.’
43 Yaye ngokuqinisekileyo kuya kuthengwa amasimi kweli lizwe+ eniya kuthi nina ngalo: “Yinkangala ephanzileyo+ engenamntu nasilwanyana sasendle. Linikelwe esandleni samaKhaledi.”’+
62 Yaye uze uthi, ‘Owu Yehova, wena uthethile nxamnye nale ndawo, ukuze uyinqumle, kungabikho mmi kuyo,+ nokuba yindoda okanye isilwanyana sasekhaya, kodwa ukuze ibe yinkangala ephanzileyo ukusa kwixesha elingenammiselo.’