Hezekile 5:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “‘“Ngoko ke oobawo baya kudla oonyana phakathi kwakho,+ noonyana baya kudla ooyise, yaye ndiza kuziphumeza kuwe izenzo zokugweba ndize ndichithachithe konke okuseleyo kwakho emimoyeni yonke.”’+ Hezekile 12:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Nabo bonke abo basijikelezileyo njengoncedo, nawo onke amabutho aso ezomkhosi, ndiya kubachithachitha emimoyeni yonke;+ ndirhole ikrele emva kwabo.+
10 “‘“Ngoko ke oobawo baya kudla oonyana phakathi kwakho,+ noonyana baya kudla ooyise, yaye ndiza kuziphumeza kuwe izenzo zokugweba ndize ndichithachithe konke okuseleyo kwakho emimoyeni yonke.”’+
14 Nabo bonke abo basijikelezileyo njengoncedo, nawo onke amabutho aso ezomkhosi, ndiya kubachithachitha emimoyeni yonke;+ ndirhole ikrele emva kwabo.+