INdumiso 46:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 UYehova wemikhosi ukunye nathi;+UTHIXO kaYakobi uyindawo ephakamileyo enqabisekileyo kuthi.+ Seʹlah. Hezekile 37:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Okunene umnquba wam uya kuba phezu kwabo,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuba nguThixo wabo, bona baya kuba ngabantu bam.+
7 UYehova wemikhosi ukunye nathi;+UTHIXO kaYakobi uyindawo ephakamileyo enqabisekileyo kuthi.+ Seʹlah.
27 Okunene umnquba wam uya kuba phezu kwabo,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuba nguThixo wabo, bona baya kuba ngabantu bam.+