-
Hezekile 43:7INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
7 Yahlabela mgama yathi kum:
“Nyana womntu, le yindawo yetrone yam+ nendawo yentende yeenyawo zam,+ apho ndiya kuhlala khona phakathi koonyana bakaSirayeli ukusa kwixesha elingenammiselo;+ yaye bona, indlu kaSirayeli, abayi kuphinda balenze inqambi igama lam+ elingcwele, bona nookumkani babo,+ ngokuhenyuza kwabo nangezidumbu+ zookumkani babo ekufeni kwabo,
-