Duteronomi 29:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 angavumi uYehova ukumxolela,+ usuke uvuthe umsindo kaYehova+ nekhwele lakhe+ kuloo mntu,+ simehlele ngokuqinisekileyo sonke isifungo esibhaliweyo kule ncwadi,+ alicime ngenene uYehova igama lakhe phantsi kwamazulu. Hezekile 7:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kwaye iliso lam aliyi kuba nosizi ngawe,+ nam andiyi kuba namfesane, kuba ndiya kuzisa iindlela zakho phezu kwakho, nezinto zakho ezicekisekayo ziya kuba phakathi kwakho;+ nazi ukuba ndinguYehova.’+ Hezekile 8:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Nam ke ndiya kwenza ngomsindo.+ Iliso lam aliyi kuba nosizi, yaye andiyi kuba namfesane.+ Ngokuqinisekileyo baya kumemeza ezindlebeni zam ngelizwi elikhulu, kodwa andiyi kubeva.”+
20 angavumi uYehova ukumxolela,+ usuke uvuthe umsindo kaYehova+ nekhwele lakhe+ kuloo mntu,+ simehlele ngokuqinisekileyo sonke isifungo esibhaliweyo kule ncwadi,+ alicime ngenene uYehova igama lakhe phantsi kwamazulu.
4 Kwaye iliso lam aliyi kuba nosizi ngawe,+ nam andiyi kuba namfesane, kuba ndiya kuzisa iindlela zakho phezu kwakho, nezinto zakho ezicekisekayo ziya kuba phakathi kwakho;+ nazi ukuba ndinguYehova.’+
18 Nam ke ndiya kwenza ngomsindo.+ Iliso lam aliyi kuba nosizi, yaye andiyi kuba namfesane.+ Ngokuqinisekileyo baya kumemeza ezindlebeni zam ngelizwi elikhulu, kodwa andiyi kubeva.”+