11 “‘Ngoko ke ndiphila nje,’ itsho iNkosi enguMongami uYehova, ‘ngokuqinisekileyo ngenxa yokuba iyingcwele yam le uyenze inqambi ngezinto zakho zonke ezilizothe+ nangezinto zakho zonke ezicekisekayo,+ nam ndinguLowo uza kukunciphisa+ yaye namehlo am akayi kuba nosizi,+ nam andiyi kubonisa mfesane.+