Isaya 52:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Ngoku ke, kukuphi na ukulungelwa endinako apha?” utsho uYehova. “Kuba abantu bam bathatyathelwa ilize.+ Bona kanye abo babalawulayo bayabhomboloza,”+ utsho uYehova, “yaye igama lam liphathwa ngokungenantlonelo rhoqo, imini yonke.+ Roma 2:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Kuba “igama likaThixo liyanyeliswa ngenxa yenu phakathi kweentlanga”;+ kanye njengoko kubhaliwe.
5 “Ngoku ke, kukuphi na ukulungelwa endinako apha?” utsho uYehova. “Kuba abantu bam bathatyathelwa ilize.+ Bona kanye abo babalawulayo bayabhomboloza,”+ utsho uYehova, “yaye igama lam liphathwa ngokungenantlonelo rhoqo, imini yonke.+