Yeremiya 30:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 “Yaye ngokuqinisekileyo niya kuba ngabantu bam,+ ndize mna ndibe nguThixo wenu.”+ Hezekile 11:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 ukuze bahambe ngemimiselo yam nezigwebo zam bazigcine baze okunene bazenze;+ nokuze ngokwenene babe ngabantu bam+ nam ndibe nguThixo wabo.”’+ Hezekile 37:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Okunene umnquba wam uya kuba phezu kwabo,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuba nguThixo wabo, bona baya kuba ngabantu bam.+
20 ukuze bahambe ngemimiselo yam nezigwebo zam bazigcine baze okunene bazenze;+ nokuze ngokwenene babe ngabantu bam+ nam ndibe nguThixo wabo.”’+
27 Okunene umnquba wam uya kuba phezu kwabo,+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuba nguThixo wabo, bona baya kuba ngabantu bam.+