Hezekile 3:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Wandithwala ke loo moya+ waza wandithabatha, kangangokuba ndahamba ndijwaqeka ngumsindo, nesandla sikaYehova sasomelele phezu kwam.+ ISityhilelo 21:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoko yandithwala ngamandla omoya yandisa kuyo intaba+ enkulu nephakamileyo, yaza yandibonisa isixeko+ esingcwele, iYerusalem, sisihla siphuma ezulwini kuThixo+
14 Wandithwala ke loo moya+ waza wandithabatha, kangangokuba ndahamba ndijwaqeka ngumsindo, nesandla sikaYehova sasomelele phezu kwam.+
10 Ngoko yandithwala ngamandla omoya yandisa kuyo intaba+ enkulu nephakamileyo, yaza yandibonisa isixeko+ esingcwele, iYerusalem, sisihla siphuma ezulwini kuThixo+